INdumiso 12:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 “Ngenxa yokuba becinezelwe abasentlungwini,Ngenxa yokuncwina kwamahlwempu,+Ndiza kuphakama ndiwalwele,” utsho uYehova. “Ndiza kuwasindisa kwabo bawaphatha kakubi.”*
5 “Ngenxa yokuba becinezelwe abasentlungwini,Ngenxa yokuncwina kwamahlwempu,+Ndiza kuphakama ndiwalwele,” utsho uYehova. “Ndiza kuwasindisa kwabo bawaphatha kakubi.”*