INdumiso 50:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Amazulu axela ubulungisa bakhe,Kuba nguThixo ngokwakhe uMgwebi.+ (Selah) INdumiso 58:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ngoko abantu baza kuthi: “Ngokuqinisekileyo kunomvuzo ukuba lilungisa.+ Kukho uThixo ogwebayo emhlabeni.”+
11 Ngoko abantu baza kuthi: “Ngokuqinisekileyo kunomvuzo ukuba lilungisa.+ Kukho uThixo ogwebayo emhlabeni.”+