Nehemiya 9:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Ngoko wabanikela kwiintshaba zabo,+ ezazibaphatha kabuhlungu.+ Kodwa babekhalela kuwe xa bekuloo ntlungu, uze wena ubeve usemazulwini; ibe ngenxa yokuba unenceba, wawubanika abantu bokubasindisa kwiintshaba zabo.+ Isaya 48:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kodwa ndiza kuwubamba umsindo wam ngenxa nje yegama lam;+Ibe ndiza kuzinqanda, ngenxa yozuko lwam,Andizukukucima igama.+ Hezekile 20:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kodwa ndazinqanda ngenxa yegama lam, ukuze lingangcoliswa phambi kweentlanga ababephila phakathi kwazo.+ Kuba ndazazisa kubo* phambi kwazo xa ndabakhupha* kwilizwe laseYiputa.+
27 Ngoko wabanikela kwiintshaba zabo,+ ezazibaphatha kabuhlungu.+ Kodwa babekhalela kuwe xa bekuloo ntlungu, uze wena ubeve usemazulwini; ibe ngenxa yokuba unenceba, wawubanika abantu bokubasindisa kwiintshaba zabo.+
9 Kodwa ndiza kuwubamba umsindo wam ngenxa nje yegama lam;+Ibe ndiza kuzinqanda, ngenxa yozuko lwam,Andizukukucima igama.+
9 Kodwa ndazinqanda ngenxa yegama lam, ukuze lingangcoliswa phambi kweentlanga ababephila phakathi kwazo.+ Kuba ndazazisa kubo* phambi kwazo xa ndabakhupha* kwilizwe laseYiputa.+