IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 63:10
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 Kodwa bona basuka abamthobela,+ bawenza buhlungu umoya wakhe oyingcwele.+

      Yena wabajikela, walutshaba lwabo,+

      Walwa nabo.+

  • Efese 4:30
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 30 Kwakhona, sanukuwenza buhlungu umoya oyingcwele kaThixo,+ eniye nabekwa isitampu ngawo,+ ukwenzela imini yokukhululwa ngokuhlawulelwa.+

  • Hebhere 3:16
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 16 Kuba ngoobani abevayo, sekunjalo bamenza wanomsindo? Ayingabo bonke na abantu abaphuma eYiputa bekhokelwa nguMoses?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share