2 Kumkani 18:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ngonyaka wesine kaKumkani uHezekiya, oko kukuthi, ngonyaka wesixhenxe kaHosheya+ unyana kaElaha ukumkani wakwaSirayeli, uKumkani uShalmanesere waseAsiriya wahlasela iSamariya waza wayirhangqa.+ 2 Kumkani 24:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Ngemihla kaYehoyakim, uKumkani uNebhukadenetsare+ waseBhabhiloni weza kulwa naye, waza uYehoyakim waba sisicaka sakhe iminyaka emithathu. Kodwa wamjikela waza wayeka ukuzithoba kuye. 2 Kumkani 25:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Ngonyaka wesithoba wokulawula kukaZedekiya, ngenyanga yeshumi, ngomhla weshumi kuloo nyanga, uKumkani uNebhukadenetsare+ waseBhabhiloni wagaleleka eYerusalem nomkhosi wakhe wonke.+ Wamisa iinkampu, wakha nodonga lokuyirhangqa macala onke,+ 2 Kronike 32:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 Emva kwezi zinto nezi zenzo zokuthembeka,+ uKumkani uSenaribhe waseAsiriya weza kuhlasela uYuda. Warhangqa izixeko ezikhuselekileyo, ezimisele ukutyhoboza aze azithimbe.+ Yeremiya 39:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 39 Ngonyaka wesithoba kaKumkani uZedekiya wakwaYuda, ngenyanga yeshumi, uKumkani uNebhukadenetsare* waseBhabhiloni nomkhosi wakhe wonke beza eYerusalem baza bayirhangqa.+
9 Ngonyaka wesine kaKumkani uHezekiya, oko kukuthi, ngonyaka wesixhenxe kaHosheya+ unyana kaElaha ukumkani wakwaSirayeli, uKumkani uShalmanesere waseAsiriya wahlasela iSamariya waza wayirhangqa.+
24 Ngemihla kaYehoyakim, uKumkani uNebhukadenetsare+ waseBhabhiloni weza kulwa naye, waza uYehoyakim waba sisicaka sakhe iminyaka emithathu. Kodwa wamjikela waza wayeka ukuzithoba kuye.
25 Ngonyaka wesithoba wokulawula kukaZedekiya, ngenyanga yeshumi, ngomhla weshumi kuloo nyanga, uKumkani uNebhukadenetsare+ waseBhabhiloni wagaleleka eYerusalem nomkhosi wakhe wonke.+ Wamisa iinkampu, wakha nodonga lokuyirhangqa macala onke,+
32 Emva kwezi zinto nezi zenzo zokuthembeka,+ uKumkani uSenaribhe waseAsiriya weza kuhlasela uYuda. Warhangqa izixeko ezikhuselekileyo, ezimisele ukutyhoboza aze azithimbe.+
39 Ngonyaka wesithoba kaKumkani uZedekiya wakwaYuda, ngenyanga yeshumi, uKumkani uNebhukadenetsare* waseBhabhiloni nomkhosi wakhe wonke beza eYerusalem baza bayirhangqa.+