-
Eksodus 17:6, 7IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
6 Jonga! Ndiza kuma phambi kwakho eliweni laseHorebhe. Uze ulibethe iliwa, yaye kuza kuphuma amanzi kulo, basele abantu.”+ UMoses wayenza loo nto phambi kwabadala bakwaSirayeli. 7 Ngoko wayithiya loo ndawo ngokuba yiMasa*+ neMeribha,*+ ngenxa yokuba amaSirayeli axambulisana naye nangenxa yokuba amlinga uYehova,+ esithi: “Ukho na okanye akekho uYehova phakathi kwethu?”
-