Numeri 14:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kufuneka nje ningamjikeli uYehova, yaye sanukuboyika abantu bela lizwe+ kuba siza kubathi nqwam nqwam.* Akukho nto ibakhuselayo ibe uYehova ukunye nathi,+ sanukuboyika.”
9 Kufuneka nje ningamjikeli uYehova, yaye sanukuboyika abantu bela lizwe+ kuba siza kubathi nqwam nqwam.* Akukho nto ibakhuselayo ibe uYehova ukunye nathi,+ sanukuboyika.”