-
Eksodus 18:21, 22IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
21 Kodwa ufanele ukhethe amadoda afanelekileyo+ namoyikayo uThixo, amadoda anokuthenjwa nakucaphukelayo ukwenza ingeniso ngamaqhinga.+ Wabeke abe ziintloko zamawaka, iintloko zamakhulu, iintloko zamashumi amahlanu neentloko zamashumi.+ 22 Mayibe ngaloo madoda agweba abantu xa kukho amatyala,* kodwa amatyala anzima mawaziswe kuwe.+ Onke amatyala amancinci mawawachophele. Wena zenzele lula ngokuthi omnye umthwalo uwuthwalise wona.+
-