IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 1:16, 17
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 16 “Ngelo xesha ­ndaziyalela iijaji zenu ndathi, ‘Xa kukho abantu abanengxaki baze bayizise kuni ukuze ixoxwe, nimele nigwebe ngobulungisa+ nokuba abo bantu ngamaSirayeli bobabini okanye omnye ngumntu wasemzini.+ 17 Ityala lomntu ophantsi limameleni+ ngokulinganayo nelomntu obalulekileyo.+ Sanukuboyika abantu+ kuba nguThixo ogwebayo;+ yaye ukuba ityala liyanohlula, liziseni kum, ndilive.’+

  • 2 Kronike 19:7
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 7 Moyikeni uYehova.+ Yilumkeleni into eniyenzayo, kuba uYehova uThixo wethu ulilungisa,+ akakhethi buso+ yaye akanyotywa.”+

  • IMizekeliso 18:5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  5 Akulunganga ukukhetha icala lomenzi-bubi,+

      Okanye ukungalenzeli bulungisa ilungisa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share