INdumiso 27:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Sukubufihla ubuso bakho kum.+ Sukumgxotha ngomsindo umkhonzi wakho. Ungumncedi wam;+Sukundilahla okanye undishiye, Thixo wam ondisindisayo. Isaya 12:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Jonga! UThixo uyandisindisa.+ Ndiza kuthembela kuye, ndingoyiki;+Kuba uYa,* uYehova ungamandla am nokomelela kwam,Kwaye uye wandisindisa.”+
9 Sukubufihla ubuso bakho kum.+ Sukumgxotha ngomsindo umkhonzi wakho. Ungumncedi wam;+Sukundilahla okanye undishiye, Thixo wam ondisindisayo.
2 Jonga! UThixo uyandisindisa.+ Ndiza kuthembela kuye, ndingoyiki;+Kuba uYa,* uYehova ungamandla am nokomelela kwam,Kwaye uye wandisindisa.”+