IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 132:11
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 11 UYehova ufungile kuDavide;

      Soze ajike kwinto ayithethileyo, esithi:

      “Omnye wenzala yakho*

      Ndiza kumbeka etroneni yakho.+

  • Hezekile 34:23
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 23 Ndiza kuzivelisela umalusi omnye,+ umkhonzi wam uDavide,+ yaye uza kuzondla. Uza kuzondla ngokwakhe aze abe ngumalusi wazo.+

  • Hoseya 3:5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 5 Emva koko amaSirayeli aza kubuya aze amfune uYehova uThixo wawo,+ noDavide ukumkani wawo,+ yaye ekupheleni kwemihla,+ aza kuza kuYehova engcangcazela efuna ukulunga kwakhe.

  • Yohane 7:42
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 42 Azitsho na izibhalo ukuba uKristu uza kuphuma kwinzala kaDavide,+ eBhetelehem,+ apho wazalelwa khona uDavide?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share