-
Yeremiya 33:20, 21IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
20 “Uthi uYehova, ‘Ukuba ubunokukwazi ukwaphula isivumelwano sam semini nesivumelwano sam sobusuku, ukuze imini nobusuku zingafiki ngexesha lazo,+ 21 besingatsho saphulwe nesivumelwano sam nomkhonzi wam uDavide,+ ukuze kungabikho kumkani ungunyana wakhe etroneni yakhe,+ yaye bekuza kuba njalo nangesivumelwano sam nabaLevi abangababingeleli, abakhonzi bam.+
-