INdumiso 37:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Nokuba ingawa, soze inkaleke phantsi,+Kuba uYehova uyibamba ngesandla.+ Mateyu 4:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 wathi kuye: “Ukuba ungunyana kaThixo, ziphose ezantsi, kuba kubhaliwe kwathiwa: ‘Uza kuyalela iingelosi zakhe ukuba zikuthwale ngezandla, ukuze unyawo lwakho lungabetheki elityeni.’”+ Luka 4:10, 11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 kuba kubhaliwe kwathiwa: ‘Uza kuyalela iingelosi zakhe ukuba zikukhusele,’ 11 kwaphinda kwathiwa, ‘Ziza kukuthwala ngezandla, ukuze unyawo lwakho lungabetheki elityeni.’”+
6 wathi kuye: “Ukuba ungunyana kaThixo, ziphose ezantsi, kuba kubhaliwe kwathiwa: ‘Uza kuyalela iingelosi zakhe ukuba zikuthwale ngezandla, ukuze unyawo lwakho lungabetheki elityeni.’”+
10 kuba kubhaliwe kwathiwa: ‘Uza kuyalela iingelosi zakhe ukuba zikukhusele,’ 11 kwaphinda kwathiwa, ‘Ziza kukuthwala ngezandla, ukuze unyawo lwakho lungabetheki elityeni.’”+