Eksodus 15:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Phakathi koothixo, ngubani onjengawe Yehova?+Ngubani onjengawe, wena ubonisayo ukuba ungcwele ngeyona ndlela?+Wena ungowokoyikwa ngokudunyiswa ngeengoma, wena wenza izinto ezimangalisayo.+ INdumiso 111:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Imisebenzi kaYehova mikhulu;+ד [Daleth]Bafunda ngayo bonke abo bayithandayo.+
11 Phakathi koothixo, ngubani onjengawe Yehova?+Ngubani onjengawe, wena ubonisayo ukuba ungcwele ngeyona ndlela?+Wena ungowokoyikwa ngokudunyiswa ngeengoma, wena wenza izinto ezimangalisayo.+