IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 15:6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  6 Yehova, isandla sakho sasekunene sinamandla,+

      Yehova, isandla sakho sasekunene sophula utshaba.

  • Isaya 52:10
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 UYehova uyityhilile ingalo yakhe engcwele emehlweni azo zonke iintlanga;+

      Ibe bonke abantu abasemhlabeni baza kuyibona indlela asindisa* ngayo uThixo wethu.+

  • Isaya 59:16
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 16 Wabona ukuba akukho mntu;

      Wothuswa kukubona ukuba akukho mntu ungenelelayo.

      Ngoko wamsindisa ngengalo yakhe,*

      Wamxhasa ngokumenzela ubulungisa.

  • Isaya 63:5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  5 Ndakhangela, kodwa kwakungekho mntu wakundinceda;

      Kwandimangalisa ukungafumani nomnye umntu ofuna ukundincedisa.

      Ngoko ke ingalo yam yandiphathela indlela yokusinda,*+

      Ndancedwa nangumsindo wam.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share