IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 49:6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  6 Kwaye wathi: “Akuphelelanga kule yokuba ube ngumkhonzi wam,

      Ophakamisa izizwe zakwaYakobi,

      Nobuyisa amaSirayeli awayekhuselwe.

      Ndikwenze nokuba ube kukukhanya kweentlanga,+

      Ukuze ukusindisa kwam kufikelele nakwezona ndawo zikude emhlabeni.”+

  • IZenzo 28:28
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 28 Ze nazi ke ukuba umyalezo wendlela uThixo abasindisa ngayo abantu uthunyelwe kubantu beentlanga+ yaye baza kuwumamela.”+

  • Roma 10:18
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 18 Kodwa ke abazange bangeva, andithi? Kaloku “baviwa emhlabeni wonke, yaye umyalezo wabo wafika kwezona ndawo zikude emhlabeni.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share