-
Ezra 1:1, 2IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
1 Ngonyaka wokuqala kaKumkani uKoreshi+ wasePersi, uYehova wenza ukuba uKumkani uKoreshi wasePersi enze isaziso kubo bonke ubukumkani bakhe, aze asibhale phantsi,+ ukuze kwenzeke ngokwelizwi uYehova awalithetha ngoYeremiya.+ Esi saziso sasisithi:
2 “Uthi uKumkani uKoreshi wasePersi, ‘UYehova uThixo wamazulu uzinike mna zonke izizwe* zomhlaba,+ yaye undithumile ukuba ndimakhele indlu eYerusalem+ ekwaYuda.
-