IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 3:7
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 7 UYehova wathi: “Ndiyibonile intlungu yabantu bam abaseYiputa, kwaye ndisivile isikhalo sabo ngenxa yabo babanyanzela ngomsebenzi, ndiyiqonda kakuhle intlungu yabo.+

  • Isaya 61:1
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 61 INkosi enguMongami uYehova indinike umoya wayo,+

      Kuba uYehova undikhethile* ukuba ndishumayele iindaba ezilungileyo kubantu abalulamileyo.+

      Undithume ukuba ndibophe abantu abaneentliziyo ezaphukileyo,

      Ndishumayele ukuba abathinjwa baza kukhululwa,

      Nokuba aza kuvulwa amehlo amabanjwa,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share