Isaya 11:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ngaloo mini, ingcambu kaYese+ iza kuphakama njengento* yokubonisa izizwana.+ Iintlanga ziza kucela icebiso kuye,*+Nendawo yakhe yokuphumla iza kuba nozuko. Isaya 49:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Ithi iNkosi enguMongami uYehova: “Jonga! Ndiza kusiphakamisela kwiintlanga isandla sam,Yaye ndiza kuziphakamisela uphawu* izizwana.+ Kwaye ziza kubafunqula* oonyana bakho,Zizixwaye emagxeni iintombi zakho.+ Isaya 60:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Iintlanga ziza kuya ekukhanyeni kwakho,+Nookumkani+ baye ekuqaqambeni kobuqaqawuli bakho.*+
10 Ngaloo mini, ingcambu kaYese+ iza kuphakama njengento* yokubonisa izizwana.+ Iintlanga ziza kucela icebiso kuye,*+Nendawo yakhe yokuphumla iza kuba nozuko.
22 Ithi iNkosi enguMongami uYehova: “Jonga! Ndiza kusiphakamisela kwiintlanga isandla sam,Yaye ndiza kuziphakamisela uphawu* izizwana.+ Kwaye ziza kubafunqula* oonyana bakho,Zizixwaye emagxeni iintombi zakho.+