IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 8:3
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  3 Xa ndibona amazulu akho, imisebenzi yeminwe yakho,

      Inyanga neenkwenkwezi ozenzileyo,+

  • Isaya 48:13
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 13 Sisandla sam esabeka isiseko somhlaba,+

      Ibe sisandla sam sasekunene esaneka amazulu.+

      Zonke xa ndizibiza, zisabela kunye.

  • Hebhere 1:10-12
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 Uphinda athi: “Nkosi, ekuqaleni wabeka iziseko zomhlaba, namazulu angumsebenzi wezandla zakho. 11 Zonke ezo zinto ziza kutshabalala, kodwa wena uza kuhlala ukho; zonke ziza kuguga okwempahla, 12 kwaye uza kuzisonga okwesambatho eside, uze uzitshintshe okwempahla. Kodwa wena awuzukutshintsha, neminyaka yakho ayizukuphela.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share