INdumiso 51:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Phinda undenze ndivuye ngenxa yokusindiswa nguwe;+Ndenze ndikufune ukukuthobela.* Isaya 40:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Kodwa abo bathembela kuYehova baza kuphinda bahlaziyeke. Baza kundanda ngamaphiko oku kweenkozi.+ Baza kubaleka, bangatyhafi;Baza kuhamba, bangadinwa.”+
31 Kodwa abo bathembela kuYehova baza kuphinda bahlaziyeke. Baza kundanda ngamaphiko oku kweenkozi.+ Baza kubaleka, bangatyhafi;Baza kuhamba, bangadinwa.”+