Isaya 55:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Umntu ongalunganga makashiye indlela yakhe,+Nomenzi-bubi makazishiye iingcinga zakhe;Makabuyele kuYehova, oza kumenzela inceba,+KuThixo wethu, kuba uza kumxolela kakhulu.*+ Yakobi 5:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Kaloku bonwabile* abo baye banyamezela.+ Neva ngendlela uYobhi awanyamezela ngayo,+ nayibona nendlela uYehova* awamsikelela ngayo,+ nendlela uYehova* anovelwano* nenceba ngayo.+
7 Umntu ongalunganga makashiye indlela yakhe,+Nomenzi-bubi makazishiye iingcinga zakhe;Makabuyele kuYehova, oza kumenzela inceba,+KuThixo wethu, kuba uza kumxolela kakhulu.*+
11 Kaloku bonwabile* abo baye banyamezela.+ Neva ngendlela uYobhi awanyamezela ngayo,+ nayibona nendlela uYehova* awamsikelela ngayo,+ nendlela uYehova* anovelwano* nenceba ngayo.+