-
Yona 1:4IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
4 Emva koko uYehova wezisa umoya omkhulu elwandle, wawubhudla kangangokuba inqanawa yayisele iza kwaphuka.
-
-
Yona 1:13IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
13 Kodwa ke, la madoda abheqa ngamandla ukuze abuyisele inqanawa emhlabeni owomileyo, kodwa awazange akwazi, ngenxa yokuba ulwandle lwalusiya lusilwa ngamandla.
-