IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 17:1
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 17 UEliya*+ umTishbhi owayehlala eGiliyadi+ wathi kuAhabhi: “Ephila nje uYehova uThixo kaSirayeli endimkhonzayo,* kule minyaka akuzukubakho mbethe namvula, ngaphandle kokuba kutsho mna!”+

  • 1 Kumkani 17:7
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 7 Kodwa emva kweentsuku ezithile intlambo yoma,+ kuba imvula yayinganethi elizweni.

  • Isaya 42:15
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 15 Ndiza kutshabalalisa iintaba neenduli,

      Ndomise zonke izityalo.

      Imilambo ndiza kuyijika ibe ziziqithi,*

      Ndomise namachibi aneengcongolo.+

  • Amosi 4:7
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  7 ‘Ndanivimba nemvula kwiinyanga ezintathu ngaphambi kwexesha lesivuno.+

      Ndenza kwanetha kwesinye isixeko, kodwa kwesinye akwanetha.

      Esinye isiqwenga somhlaba safumana imvula,

      Kodwa esinye soma ngenxa yokungabikho kwemvula.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share