-
Duteronomi 7:13, 14IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
13 Uza kunithanda, anisikelele aze anandise. Uza kunisikelela ngabantwana abaninzi,+ ngesivuno esivela emhlabeni wenu, ngokutya kwenu okuziinkozo, ngewayini yenu entsha, ngeoli yenu,+ ngamathole eenkomo zenu nangamatakane eegusha zenu, kwilizwe awafunga kookhokho benu ukuba uza kuninika lona.+ 14 Kubo bonke abantu niza kuba ngabona basikelelweyo;+ akukho ndoda okanye mfazi ungazukuba nabantwana, yaye akuzukubakho mfuyo ingazaliyo.+
-