IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 77:12
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 12 Ndiza kucingisisa ngayo yonke imisebenzi yakho,

      Ndetyise nangezinto ozenzileyo.+

  • INdumiso 143:5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  5 Ndikhumbula imihla yakudala;

      Ndicingisisa ngayo yonke imisebenzi yakho;+

      Ndicingisisa* ngomsebenzi wezandla zakho.

  • Yeremiya 9:24
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 24 “Kodwa umntu oqhayisayo makaqhayise ngale nto:

      Le yokuba endiqonda yaye endazi,+

      Le yokuba ndinguYehova, Lowo unothando olungagungqiyo nobulungisa, nowenza izinto kakuhle emhlabeni;+

      Kuba zezo izinto ezindivuyisayo,”+ utsho uYehova.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share