IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 55:12-14
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 12 Kaloku, ayilotshaba olundinxwalayo;+

      Kuba lona bendinokulunyamezela.

      Ayilotshaba olundijikeleyo;

      Kuba lona bendinokuluzimela.

      13 Kodwa nguwe, umntu ofana nam,*+

      Umhlobo wam endimazi kakuhle.+

      14 Sasikade singabahlobo abasenyongweni;

      Sasikade sihamba sonke siligquba ukuya endlini kaThixo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share