-
2 Samuweli 3:28, 29IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
28 Kamva, uthe uDavide akuva ngale nto wathi: “Mna nobukumkani bam siza kuhlala simsulwa ngonaphakade emehlweni kaYehova kwityala lokuphalaza igazi+ lika-Abhinere unyana kaNere. 29 Kwanga ityala legazi lingabuyela phezu kwentloko kaYowabhi+ naphezu kwayo yonke indlu katata wakhe. Kwanga endlini kaYowabhi kungasoloko kukho umntu obhobhozayo+ okanye oneqhenqa+ okanye umntu osebenza ngentonga* yokusonta okanye obulawa ngekrele okanye odinga isonka!”+
-