INdumiso 22:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Bonke abo bandibonayo bahlekisa ngam;+Bayandinyevulela baze banikine intloko besithi:+ Mateyu 27:39 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 39 Abantu ababegqitha apho babethetha kakubi ngaye,+ benikina iintloko,+