Eksodus 6:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Yaye ndiza kunenza abantu bam, ndibe nguThixo wenu,+ yaye niza kwazi nyhani ukuba ndinguYehova uThixo wenu onikhupha kwingcinezelo yamaYiputa. Eksodus 19:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Niza kuba bubukumkani bababingeleli, isizwe esingcwele.’+ Thetha loo mazwi kumaSirayeli.” Duteronomi 32:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kuba abantu bakaYehova ngabakhe;+UYakobi lilifa lakhe.+
7 Yaye ndiza kunenza abantu bam, ndibe nguThixo wenu,+ yaye niza kwazi nyhani ukuba ndinguYehova uThixo wenu onikhupha kwingcinezelo yamaYiputa.