Yoshuwa 4:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 xa uYehova uThixo wenu womisa amanzi eYordan phambi kwabo bade bagqiba ukuwela, kanye njengokuba uYehova uThixo wenu wenzayo kuLwandle Olubomvu xa womisa amanzi alo phambi kwethu sade sawela.+
23 xa uYehova uThixo wenu womisa amanzi eYordan phambi kwabo bade bagqiba ukuwela, kanye njengokuba uYehova uThixo wenu wenzayo kuLwandle Olubomvu xa womisa amanzi alo phambi kwethu sade sawela.+