IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 17:6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 6 Jonga! Ndiza kuma phambi kwakho eliweni laseHorebhe. Uze ulibethe iliwa, yaye kuza kuphuma amanzi kulo, basele abantu.”+ UMoses wayenza loo nto phambi kwabadala bakwaSirayeli.

  • Numeri 20:11
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 11 Emva kokuba etshilo, uMoses waphakamisa isandla sakhe waza walibetha kabini iliwa ngentonga yakhe; kwaphuma amanzi amaninzi, basela abantu nemfuyo yabo.+

  • Duteronomi 8:14, 15
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 14 nize ningazivumeli iintliziyo zenu ziphakame,+ zinenze nimlibale uYehova uThixo wenu, owanikhupha kwilizwe laseYiputa, endlini yobukhoboka,+ 15 owanihambisa kwintlango enkulu neyoyikekayo,+ eneenyoka ezinetyhefu noonomadudwane, eyomileyo yaye ingenamanzi. Wanikhuphela amanzi eliweni+

  • INdumiso 107:35
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 35 Ujika intlango ibe ngamachibi amanzi aneengcongolo,

      Nelizwe elomileyo libe yimithombo yamanzi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share