Mateyu 26:52, 53 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 52 UYesu wathi kuye: “Buyisela ikrele lakho endaweni yalo,+ kuba bonke abalwa ngekrele baza kufa kwangalo.+ 53 Okanye ucinga ukuba andikwazi kucela uTata andithumelele ngoku imikhosi eyi-12 yeengelosi?+
52 UYesu wathi kuye: “Buyisela ikrele lakho endaweni yalo,+ kuba bonke abalwa ngekrele baza kufa kwangalo.+ 53 Okanye ucinga ukuba andikwazi kucela uTata andithumelele ngoku imikhosi eyi-12 yeengelosi?+