INdumiso 50:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Ndibize ngemini yobunzima.+ Ndiza kukusindisa, uze wena undizukise.”+ Yona 2:1, 2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 UYona wathandaza kuYehova uThixo wakhe esesiswini sentlanzi,+ 2 wathi: “Ndakhwaza uYehova ndisentlungwini, waza wandiphendula.+ Ndakhalela uncedo ndisenzulwini yengcwaba.*+ Wena waliva ilizwi lam.
2 UYona wathandaza kuYehova uThixo wakhe esesiswini sentlanzi,+ 2 wathi: “Ndakhwaza uYehova ndisentlungwini, waza wandiphendula.+ Ndakhalela uncedo ndisenzulwini yengcwaba.*+ Wena waliva ilizwi lam.