INdumiso 46:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 UYehova wemikhosi unathi;+UThixo kaYakobi uyindawo ekhuselekileyo esibalekela kuyo.* (Selah) Roma 8:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Yintoni esinokuyithetha ngezi zinto? Ukuba uThixo ukwicala lethu, ngubani onokulwa nathi?+ Hebhere 13:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ukuze sibe nesibindi size sithi: “UYehova* ungumncedi wam; andizukoyika. Angandenza ntoni umntu?”+