IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 23:26-28
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 26 Njengoko uSawule wayekweli cala lentaba, uDavide namadoda akhe babekwelinye icala. UDavide wanyusa isantya ukuze amshiye+ uSawule, kodwa uSawule namadoda akhe babethe nca emva kwakhe sele beza kumfumana, bambambe.+ 27 Kodwa kwafika umthunywa kuSawule, esithi: “Khawuleza ubuye, kuba amaFilisti alihlasele ilizwe!” 28 Wayeka ke uSawule ukuleqa uDavide+ waza wayokulwa namaFilisti. Yiloo nto ke loo ndawo kwathiwa liLiwa Lezahlulo.

  • 2 Samuweli 17:21, 22
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 21 Emva kokuba emkile loo madoda, uAhimahatse noYonatan baphuma equleni, bahamba bayokuxelela uKumkani uDavide. Bathi kuye: “Vukani nize ngokukhawuleza niwele emanzini, kuba uAhitofele ucebise wathi ngani.”+ 22 Ngoko nangoko uDavide nabantu bonke ababekunye naye, baphakama baza bayiwela iYordan. Kuthe kusisa, kwabe kungekho mntu ungayiwelanga iYordan.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share