IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 8:12, 13
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 12 Ngelo xesha uSolomon wathi: “UYehova uthe uza kuhlala kwingqimba yelifu.+ 13 Ndiphumelele ekukwakheleni ipomakazi lendlu, indawo yakho yokuhlala ngonaphakade.”+

  • INdumiso 48:2
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  2 INtaba YeZiyon ekwezona ndawo zithe qelele zasemntla,+

      Isixeko soKumkani Ozukileyo,+

      Intle kwindawo yayo ephakamileyo, ibe ivuyisa umhlaba wonke.

  • INdumiso 132:13, 14
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 13 Kuba uYehova ukhethe iZiyon;+

      Uye wafuna ukuba ibe yindawo yakhe yokuhlala, wathi:+

      14 “Yiyo le indawo endiza kuhlala kuyo ngonaphakade;

      Ndiza kuhlala apha,+ kuba ndifuna loo nto.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share