INdumiso 34:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ingelosi kaYehova ikhusela abo bamoyikayo,+Ize ibasindise.+ Isaya 31:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Njengentaka eyehla ngesantya, uYehova wemikhosi uza kuyikhusela iYerusalem.+ Uza kuyikhusela, aze ayisindise. Uza kuyinceda, aze ayisindise.” Zekariya 2:4, 5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Yathi kuyo: “Baleka uyokuthi kulaa mfana, ‘“IYerusalem iza kuba njengelizwe+ elivulekileyo lasemaphandleni,* ngenxa yokuba baza kuba baninzi abantu nemfuyo kuyo.+ 5 Yaye kuyo,” utsho uYehova, “ndiza kuba ludonga lomlilo oluyijikelezileyo,+ kwaye ndiza kuba luzuko kuyo.”’”+
5 Njengentaka eyehla ngesantya, uYehova wemikhosi uza kuyikhusela iYerusalem.+ Uza kuyikhusela, aze ayisindise. Uza kuyinceda, aze ayisindise.”
4 Yathi kuyo: “Baleka uyokuthi kulaa mfana, ‘“IYerusalem iza kuba njengelizwe+ elivulekileyo lasemaphandleni,* ngenxa yokuba baza kuba baninzi abantu nemfuyo kuyo.+ 5 Yaye kuyo,” utsho uYehova, “ndiza kuba ludonga lomlilo oluyijikelezileyo,+ kwaye ndiza kuba luzuko kuyo.”’”+