INdumiso 66:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Wavumela umntu nje ukuba asicinezele;*Sadlula emlilweni nasemanzini;Emva koko, wasizisa kwindawo yokuphumla. Isaya 51:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Ndiza kuyibeka esandleni sabo bakungcungcuthekisayo,+Abo bathi kuwe, ‘Khawuqubude ukuze sihambe phezu kwakho!’ Waza umqolo wakho wawenza umhlaba,Isitrato sokuba bahambe kuso.”
12 Wavumela umntu nje ukuba asicinezele;*Sadlula emlilweni nasemanzini;Emva koko, wasizisa kwindawo yokuphumla.
23 Ndiza kuyibeka esandleni sabo bakungcungcuthekisayo,+Abo bathi kuwe, ‘Khawuqubude ukuze sihambe phezu kwakho!’ Waza umqolo wakho wawenza umhlaba,Isitrato sokuba bahambe kuso.”