INdumiso 119:68 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 68 Ulungile+ yaye wenza izinto ezilungileyo. Ndifundise imiyalelo yakho.+ Mateyu 19:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Wathi kuye: “Kutheni undibuza ngento elungileyo? NguThixo kuphela olungileyo.+ Ngoko ukuba ufuna ukufumana ubomi obungunaphakade, qhubeka uthobela imithetho kaThixo.”+
17 Wathi kuye: “Kutheni undibuza ngento elungileyo? NguThixo kuphela olungileyo.+ Ngoko ukuba ufuna ukufumana ubomi obungunaphakade, qhubeka uthobela imithetho kaThixo.”+