Eksodus 19:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Ngoku ukuba niyalithobela ilizwi lam, nisigcine isivumelwano sam, ngokuqinisekileyo niza kuba ngabantu bam abakhethekileyo,*+ phakathi kwazo zonke izizwana, kuba wonke umhlaba ngowam.+ Duteronomi 7:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 KuYehova uThixo wenu nisisizwana esingcwele, ibe uYehova uThixo wenu unikhethile ukuba nibe ngabantu bakhe, abantu bakhe abakhethekileyo,* kuzo zonke izizwana eziphezu komhlaba.+
5 Ngoku ukuba niyalithobela ilizwi lam, nisigcine isivumelwano sam, ngokuqinisekileyo niza kuba ngabantu bam abakhethekileyo,*+ phakathi kwazo zonke izizwana, kuba wonke umhlaba ngowam.+
6 KuYehova uThixo wenu nisisizwana esingcwele, ibe uYehova uThixo wenu unikhethile ukuba nibe ngabantu bakhe, abantu bakhe abakhethekileyo,* kuzo zonke izizwana eziphezu komhlaba.+