Isaya 44:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Bonke ababumba imifanekiso eqingqiweyo bachitha ixesha labo,Nezo zinto zabo bazithandayo azizukubanceda nganto.+ Bangamangqina angaboniyo yaye abazi nto,+Abo bayenzayo baza kuhlaziswa njengayo.+
9 Bonke ababumba imifanekiso eqingqiweyo bachitha ixesha labo,Nezo zinto zabo bazithandayo azizukubanceda nganto.+ Bangamangqina angaboniyo yaye abazi nto,+Abo bayenzayo baza kuhlaziswa njengayo.+