INdumiso 16:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Kuba awuzukundishiya engcwabeni.*+ Awuzukumvumela lowo ukukhonza ngokungagungqiyo ukuba abone umngxuma.*+ INdumiso 28:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Ndimane ndikhalela kuwe, Yehova Liwa lam;+Sukungandihoyi. Ukuba uyathula ungandiphenduli,Ndiza kufana nabo behlela emngxunyeni.*+ Isaya 38:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Jonga! Endaweni yoxolo, bekukrakra gqitha kum;Kodwa ngenxa yokuba undithanda,Uye wandisindisa emngxunyeni wentshabalalo.+ Zonke izono zam uziphose emva kwakho.*+ Yona 2:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ndatshona ndaya kumazantsi eentaba. Imivalo yomhlaba yayindivalela ngonaphakade. Kodwa wabunyusa ubomi bam emngxunyeni, Owu Yehova Thixo wam.+
10 Kuba awuzukundishiya engcwabeni.*+ Awuzukumvumela lowo ukukhonza ngokungagungqiyo ukuba abone umngxuma.*+
28 Ndimane ndikhalela kuwe, Yehova Liwa lam;+Sukungandihoyi. Ukuba uyathula ungandiphenduli,Ndiza kufana nabo behlela emngxunyeni.*+
17 Jonga! Endaweni yoxolo, bekukrakra gqitha kum;Kodwa ngenxa yokuba undithanda,Uye wandisindisa emngxunyeni wentshabalalo.+ Zonke izono zam uziphose emva kwakho.*+
6 Ndatshona ndaya kumazantsi eentaba. Imivalo yomhlaba yayindivalela ngonaphakade. Kodwa wabunyusa ubomi bam emngxunyeni, Owu Yehova Thixo wam.+