Isaya 54:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ngomkhukula wokucaphuka ndabufihla ubuso bam kuwe okomzuzwana,+Kodwa, ukuhlala kwam ndikuthanda ngokungagungqiyo kundenza ndibe nenceba kuwe ngonaphakade,”+ utsho uMhlawuleli wakho,+ uYehova.
8 Ngomkhukula wokucaphuka ndabufihla ubuso bam kuwe okomzuzwana,+Kodwa, ukuhlala kwam ndikuthanda ngokungagungqiyo kundenza ndibe nenceba kuwe ngonaphakade,”+ utsho uMhlawuleli wakho,+ uYehova.