INdumiso 6:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Kuba umntu akanakuthetha ngawe* xa efile;Ngubani onokukudumisa engcwabeni?*+ INdumiso 115:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Abafileyo abamdumisi uYa;+Abamdumisi abo bathe cwaka ekufeni.+ INtshumayeli 9:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Nantoni na okwaziyo ukuyenza ngesandla sakho, yenze ngamandla akho onke, kuba akukho msebenzi nakuceba nakwazi nabulumko engcwabeni,*+ apho uya khona.
10 Nantoni na okwaziyo ukuyenza ngesandla sakho, yenze ngamandla akho onke, kuba akukho msebenzi nakuceba nakwazi nabulumko engcwabeni,*+ apho uya khona.