IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 16:14
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 14 Yonwabani kula matheko,+ nina noonyana benu, iintombi zenu, amakhoboka enu, amakhobokazana enu, abaLevi, abantu basemzini, abantwana abangenatata nabahlolokazi, abahlala kwizixeko zenu.

  • Duteronomi 16:16
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 16 “Kathathu ngonyaka onke amadoda amele aye kwindawo uYehova uThixo wenu aza kuyikhetha: kwiTheko Lezonka Ezingenagwele,+ iTheko Leeveki+ neTheko Lamakhusi,*+ yaye akukho nanye emele ize kuYehova ingaphethanga nto.

  • 2 Kronike 30:23, 24
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 23 Emva koko lonke ibandla lagqiba kwelokuba lilibhiyozele ezinye iintsuku ezisixhenxe elo theko, ngoko lalibhiyozela ezinye iintsuku ezisixhenxe livuya.+ 24 Ngoko uKumkani uHezekiya wakwaYuda wanikela kwibandla iinkunzi zeenkomo eziyi-1 000 neegusha eziyi-7 000, zona iinkokheli zakhupha iinkunzi zeenkomo eziyi-1 000 neegusha eziyi-10 000,+ ababingeleli abaninzi bezingcwalisa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share