IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 7:6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 6 KuYehova uThixo wenu nisisizwana esingcwele, ibe uYehova uThixo wenu unikhethile ukuba nibe ngabantu bakhe, abantu bakhe abakhethekileyo,* kuzo zonke izizwana eziphezu komhlaba.+

  • Malaki 1:2
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 2 “Ndinithandile,”+ utsho uYehova.

      Kodwa nina nithi: “Usithande njani?”

      “UEsawu wayengengomntakwabo Yakobi na?”+ utsho uYehova. “Kodwa ndandithanda uYakobi,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share