Isaya 28:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Intyatyambo ebunayo yomhombiso wakheEsenkcochoyini yentlambo echumileyo,Iza kuba njengefiya* langaphambi kokuba kube sehlotyeni. Xa umntu elibona, uza kukhawuleza aliginye lakuba sesandleni sakhe. Nahum 3:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Zonke iinqaba zakho zinjengemithi yamafiya enamafiya* okuqala avuthiweyo.Ukuba iye yavuthululwa, aza kuwela emilonyeni yabatyayo.
4 Intyatyambo ebunayo yomhombiso wakheEsenkcochoyini yentlambo echumileyo,Iza kuba njengefiya* langaphambi kokuba kube sehlotyeni. Xa umntu elibona, uza kukhawuleza aliginye lakuba sesandleni sakhe.
12 Zonke iinqaba zakho zinjengemithi yamafiya enamafiya* okuqala avuthiweyo.Ukuba iye yavuthululwa, aza kuwela emilonyeni yabatyayo.