Nehemiya 3:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Ngapha kwakhe kwakusebenza uPalali unyana kaUzayi phambi kweNtsika Exhase Udonga nakwinqaba edibene neNdlu KaKumkani,+ engasentla kwiYadi Yoonogada.+ Ngapha kwakhe yayinguPedaya unyana kaParoshe.+ INgoma yazo iiNgoma 7:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Intamo yakho+ injengenqaba yophondo lwendlovu.+ Amehlo akho+ anjengamachibi aseHeshbhon,+Ngasegeyithini yaseBhati-rabhim. Impumlo yakho injengenqaba yaseLebhanon,Ejonge ngaseDamasko.
25 Ngapha kwakhe kwakusebenza uPalali unyana kaUzayi phambi kweNtsika Exhase Udonga nakwinqaba edibene neNdlu KaKumkani,+ engasentla kwiYadi Yoonogada.+ Ngapha kwakhe yayinguPedaya unyana kaParoshe.+
4 Intamo yakho+ injengenqaba yophondo lwendlovu.+ Amehlo akho+ anjengamachibi aseHeshbhon,+Ngasegeyithini yaseBhati-rabhim. Impumlo yakho injengenqaba yaseLebhanon,Ejonge ngaseDamasko.