Eksodus 15:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Phakathi koothixo, ngubani onjengawe Yehova?+Ngubani onjengawe, wena ubonisayo ukuba ungcwele ngeyona ndlela?+Wena ungowokoyikwa ngokudunyiswa ngeengoma, wena wenza izinto ezimangalisayo.+
11 Phakathi koothixo, ngubani onjengawe Yehova?+Ngubani onjengawe, wena ubonisayo ukuba ungcwele ngeyona ndlela?+Wena ungowokoyikwa ngokudunyiswa ngeengoma, wena wenza izinto ezimangalisayo.+